IMIZEKELISO 4:18-19
IMIZEKELISO 4:18-19 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke wona umendo wamalungisa unjengokukhanya komso, Okuya kúbà mhlophe ngokuba mhlophe, kude kube semini enkulu. Indlela yabangendawo injengesithokothoko; Àbayazi into abakhubeka kuyo.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 4IMIZEKELISO 4:18-19 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke yona indlela yamalungisa ifana nemitha yokusa, yona iya iqaqamba ngokuqaqamba de ibe yimini epheleleyo. Kambe ke zona iindlela zabakhohlakeleyo zingumnyam' ombonde-mbonde. Naxa bekhubeka abayazi into abakhubeka kuyo.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 4