IMIZEKELISO 29:25
IMIZEKELISO 29:25 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ukwoyika abantu kwobeka umgibe; kodwa otembayo UYEHOVA womiswa enyangweni.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 29IMIZEKELISO 29:25 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ukugubha ngumntu kunesirhintyelo; Ke yena okholose ngoYehova uya kuphakanyiselwa phezulu.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 29IMIZEKELISO 29:25 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ukuxhalela abantu kusenokuba ngumgibe; kambe ke othembela kuNdikhoyo ukhuselekile.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 29IMIZEKELISO 29:25 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ukugubha ngumntu kunesirhintyelo; ke yena okholose ngoYehova uya kusindiswa.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 29