IMIZEKELISO 29:18
IMIZEKELISO 29:18 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Nxa kungeko umboniso, abantu baba ngabangevayo; kodwa ogcinayo umteto, hai itamsanqa lake!
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 29IMIZEKELISO 29:18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Apho kungekho mbono baba yimiqhathu abantu; Bakuwugcina umyalelo, hayi, uyolo lwabo!
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 29IMIZEKELISO 29:18 IBHAYIBHILE (XHO96)
Abantu abangenawo umbono kaThixo baba ziindlobongela; phofu ke unoyolo umntu owuthobelayo umthetho kaThixo.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 29