IMIZEKELISO 29:17
IMIZEKELISO 29:17 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Luleka unyana wako, waeya kukwonwabisa; ewe, wonika umpefumlo wako iziyoliso.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 29IMIZEKELISO 29:17 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Mqeqeshe unyana wakho, wókuphefumlisa, Awuyolise umphefumlo wakho.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 29IMIZEKELISO 29:17 IBHAYIBHILE (XHO96)
Umntwana olulekwayo uya kukunika ukuxola, aze ayivuyise intliziyo yakho.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 29