IMIZEKELISO 28:9
IMIZEKELISO 28:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Osusa indlebe yakhe ekusiphulaphuleni isiyalo, Kwanomthandazo wakhe ulisikizi.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 28IMIZEKELISO 28:9 IBHAYIBHILE (XHO96)
Umntu ozivalayo iindlebe zakhe kuwo umthetho kaThixo kwaumthandazo wakhe uyanyanyeka kuThixo.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 28