Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IMIZEKELISO 25:21-22

IMIZEKELISO 25:21-22 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ukuba lowo ukutiyayo ulambile, umdlise isonka; nokuba unxaniwe, umseze amanzi; ngokuba uya kufumba amalahle omlilo pezu kwentloko yake, NOYEHOVA uya kukuvuza.

Yabelana
Funda IMIZEKELISO 25

IMIZEKELISO 25:21-22 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ukuba okuthiyileyo úthe walamba, mphe ukudla adle; Ukuba úthe wanxanwa, mseze amanzi; Kuba ùfumba wena amalahle avuthayo entlokweni yakhe; UYehova wokuvuza.

Yabelana
Funda IMIZEKELISO 25

IMIZEKELISO 25:21-22 IBHAYIBHILE (XHO96)

Xa ufumana utshaba lwakho lulambile, luphe ukutya; lwakunxanwa, luphe amanzi. Ngokwenjenjalo ke woba uluqhubela enguqukweni, *noNdikhoyo wokuvuza.

Yabelana
Funda IMIZEKELISO 25

IMIZEKELISO 25:21-22 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ukuba okuthiyileyo uthe walamba, mphe ukudla adle; ukuba lunxaniwe, luseze amanzi; Kuba ufumba wena amalahle omlilo phezu kwentloko yakhe, yaye uYehova wokuvuza.

Yabelana
Funda IMIZEKELISO 25

IMIZEKELISO 25:21-22 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ukuba lowo ukutiyayo ulambile, umdlise isonka; nokuba unxaniwe, umseze amanzi; ngokuba uya kufumba amalahle omlilo pezu kwentloko yake, NOYEHOVA uya kukuvuza.

Yabelana
Funda IMIZEKELISO 25
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo