Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IMIZEKELISO 22:9

IMIZEKELISO 22:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Oliso linobubele nguye osikelelekayo; Kuba kwisonka sakhe upha isisweli.

Yabelana
Funda IMIZEKELISO 22

IMIZEKELISO 22:9 IBHAYIBHILE (XHO96)

Umntu onezinwe uyathamsanqeleka, kuba kaloku uyawapha amahlwempu kukutya anako.

Yabelana
Funda IMIZEKELISO 22

IMIZEKELISO 22:9 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Oliso libanzi uya kusikelelwa; ngokuba unika amahlwempu isonka sakhe.

Yabelana
Funda IMIZEKELISO 22

IMIZEKELISO 22:9 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Oliso libubele, yena wotanyusanqelwa; ngokuba esipa olihlwempu kwisonka sake.

Yabelana
Funda IMIZEKELISO 22
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo