Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IMIZEKELISO 22:22-23

IMIZEKELISO 22:22-23 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Musa ukusihlutha isisweli ngakuba sisisweli, Ungamtyumzi olusizana esangweni; Kuba uYehova eya kubambana nababambene nabo, Awonakalise umphefumlo wabonákalisa bona.

Yabelana
Funda IMIZEKELISO 22

IMIZEKELISO 22:22-23 IBHAYIBHILE (XHO96)

Musa ukuthi kuba umntu elihlwempu umxhaphaze; futhi sukumcinezela umntu ohlelelekileyo xa esematyaleni. Kaloku uNdikhoyo ngokwakhe uya kuba ngummeli wabo, abaphange abo babaphangayo.

Yabelana
Funda IMIZEKELISO 22

IMIZEKELISO 22:22-23 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Musa ukusihlutha isisweli, ngokuba lilihlwempu; uze ungawacinezeli amahlwempu emnyango. Ngenxa yokuba uYehova uya kubamela aze awutshabalalise umphefumlo wabo baphangayo.

Yabelana
Funda IMIZEKELISO 22

IMIZEKELISO 22:22-23 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ungadli ihlwempu, ngenxa yokuba lilihlwempu; kanjalo ungamncinezeli obandezelweyo esangweni; ngokuba UYEHOVA eya kutetelela ityala labo, abapange abo bapange bona ubomi.

Yabelana
Funda IMIZEKELISO 22
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo