Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IMIZEKELISO 17:28

IMIZEKELISO 17:27-28 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Owanqandayo amazwi akhe unokwazi: Omoya upholileyo yindoda enengqondo. Kwanesimathane, ukuba sihleli sathi tu, kuthiwa sisilumko; Singàwuvingca umlomo waso, kuthiwa sinengqondo.

Yabelana
Funda IMIZEKELISO 17

IMIZEKELISO 17:28 IBHAYIBHILE (XHO96)

Kanti ke nesiyatha sicingelwa ukuba sisilumko ukuba asithandi kuthetha; kaloku umntu othuleyo ubalelwa ukuba yingqondi.

Yabelana
Funda IMIZEKELISO 17

IMIZEKELISO 17:28 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kwanesidenge, xa sathe cwaka, kuthiwa sisilumko; nalowo uwuvalayo umlomo wakhe ugqalwa njengonengqondo.

Yabelana
Funda IMIZEKELISO 17

IMIZEKELISO 17:28 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kwa ihilihili, lakuti cwaka, liyabalwa ngokuba lilumko, novingcayo umlomo wake, ngokuba ngonokuqonda.

Yabelana
Funda IMIZEKELISO 17

IMIZEKELISO 17:28

IMIZEKELISO 17:28 XHO75IMIZEKELISO 17:28 XHO75IMIZEKELISO 17:28 XHO75
Yabelana
Funda isahluko sonke
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo