IMIZEKELISO 15:33
IMIZEKELISO 15:33 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ukoyika uYehova luqeqesho lobulumko; Ngaphambi kozuko lululamo.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 15IMIZEKELISO 15:33 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ukuhlonela uNdikhoyo kufundisa ubulumko; indlela eya ewongeni yintobeko.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 15