Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IMIZEKELISO 14:26

IMIZEKELISO 14:26 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ekoyikeni uYehova kukho inkoloseko eliqele, Abantwana bakhe baba nendawo yokuzímela.

Yabelana
Funda IMIZEKELISO 14

IMIZEKELISO 14:26 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ekoyikeni uYehova kukho inkoloseko eliqele, Abantwana bakhe baba nendawo yokuzímela.

Yabelana
Funda IMIZEKELISO 14

IMIZEKELISO 14:26 IBHAYIBHILE (XHO96)

Umntu omhlonelayo uNdikhoyo unenqaba eluqilima; nabantwana bakhe bazimela kuyo.

Yabelana
Funda IMIZEKELISO 14

IMIZEKELISO 14:26 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ekoyikeni uYehova kukho ithemba eliqinileyo, nabantwana bakhe baya kuba nendawo yokusabela.

Yabelana
Funda IMIZEKELISO 14

IMIZEKELISO 14:26 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ngokwoyika UYEHOVA kuko itemba elinamandla; nakulo usapo lwake kwobako indawo yokupepela.

Yabelana
Funda IMIZEKELISO 14
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo