IMIZEKELISO 12:22
IMIZEKELISO 12:22 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ùngamasikizi kuYehova umlomo oxokayo; Abenza inyaniso ukholisiwe ngabo.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 12IMIZEKELISO 12:22 IBHAYIBHILE (XHO96)
UNdikhoyo uyamcaphukela umntu oxokayo, kodwa uyakholiswa ngonyanisekileyo.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 12