IMIZEKELISO 12:16
IMIZEKELISO 12:16 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Isimathane sikwazisa kwangaloo mini ukuqumba kwaso; Ke yena onobuqili uyakugubungela ukucukucezwa.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 12IMIZEKELISO 12:16 IBHAYIBHILE (XHO96)
Umntu osisiyatha uzibonakalisa kwangoko xa ecaphukile; kanti ke yena umntu oqiqayo akazidubi ngezithuko.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 12