IMIZEKELISO 11:25
IMIZEKELISO 11:25 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Umpefumlo onesisa wotyetyiswa; nalowo onyelayo, uya kunyelwa yena naye.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 11IMIZEKELISO 11:25 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Umphefumlo osikelelayo uyatyetyiswa; Oseza ahluthise abanye, uyasezwa ahluthe naye.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 11IMIZEKELISO 11:25 IBHAYIBHILE (XHO96)
Umntu ophayo uba nenkqubela; ukuba ùyabanceda abanye abantu nawe uya kuncedwa.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 11