Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IMIZEKELISO 11:24

IMIZEKELISO 11:24 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kukho ohlakazayo, aye esanda ngokwanda; Kukho nozinqandayo kokumfaneleyo, oko kube yintswelo yodwa.

Yabelana
Funda IMIZEKELISO 11

IMIZEKELISO 11:24 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kuko ocitayo, kanti kusandiswa; kuko ovimbayo okupezu kwokumfaneleyo, kodwa kubang’ ubuhlwempu.

IMIZEKELISO 11:24 IBHAYIBHILE (XHO96)

Abanye abantu banezinwe kodwa bahambela phambili ngenkqubela; kanti ke bambi abasoluli isandla noko baya beswela ngokuswela.

Yabelana
Funda IMIZEKELISO 11

IMIZEKELISO 11:24 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kukho ohlakazayo, eyanda; kwaye kukho uthintelo ngaphezu kokuyimfuneko, kodwa lutyekela ekusweleni.

Yabelana
Funda IMIZEKELISO 11

IMIZEKELISO 11:24 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kuko ocitayo, kanti kusandiswa; kuko ovimbayo okupezu kwokumfaneleyo, kodwa kubang’ ubuhlwempu.

Yabelana
Funda IMIZEKELISO 11

IMIZEKELISO 11:24

IMIZEKELISO 11:24 XHO75
Yabelana
Funda isahluko sonke
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku

Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo