IMIZEKELISO 11:17
IMIZEKELISO 11:17 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Uwuphethe kakuhle umphefumlo wakhe umtu onenceba; Isijorha siyihlisele ishwangusha inyama yaso.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 11IMIZEKELISO 11:17 IBHAYIBHILE (XHO96)
Umntu onobubele uyazimaseka; kambe ke yena ongqwabalala uyazenzakalisa.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 11