Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IMIZEKELISO 11:14

IMIZEKELISO 11:14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kwakuba kungekho mbonisi, bayawa abantu; Usindiso lusebuninzini bamaphakathi.

Yabelana
Funda IMIZEKELISO 11

IMIZEKELISO 11:14 IBHAYIBHILE (XHO96)

Isizwe esingenamcebisi siyawa; kanti ke xa sinabacebisi abaninzi siba luqilima.

Yabelana
Funda IMIZEKELISO 11

IMIZEKELISO 11:14 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ukuba akukho kucetyiswa, bayawa abantu; kodwa xa baninzi abacebisi lusindiso.

Yabelana
Funda IMIZEKELISO 11

IMIZEKELISO 11:14 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Nxa kungeko amaqinga alumkileyo, bayawa abantu; kodwa kuko ingciniso ebuninzini babacebisi.

Yabelana
Funda IMIZEKELISO 11
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo