IMIZEKELISO 10:22
IMIZEKELISO 10:22 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Intsikelelo kaYehova, yiyo etyebisayo, Imbulaleko àyongezi nento kuyo.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 10IMIZEKELISO 10:22 IBHAYIBHILE (XHO96)
Yintsikelelo kaNdikhoyo enika umntu ubutyebi; kambe ke yona ayihambi nazintsizi.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 10