Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KWABASEFILIPI 4:11

KWABASEFILIPI 4:11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kungekuko ukuba ndithetha ngokuswela; kuba mna ndafunda ukuthi entlalweni endikuyo ndanele.

Yabelana
Funda KWABASEFILIPI 4

KWABASEFILIPI 4:11 IBHAYIBHILE (XHO96)

Xa nditshoyo ke andikhalazeli kuswela. Kaloku mna ndafunda ukwanela nakuyiphi na imeko endikuyo.

Yabelana
Funda KWABASEFILIPI 4

KWABASEFILIPI 4:11 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kungekuko ukuba ndithetha ngokuswela; kuba mna ndafunda ukuthi entlalweni endikuyo ndanele.

Yabelana
Funda KWABASEFILIPI 4

KWABASEFILIPI 4:11 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kungekukuba nditeta ngokwokuswela: ngokuba ndifundile mna ukuti, kulontlalo endikuyo, ndibe nokukolwa.

Yabelana
Funda KWABASEFILIPI 4
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo