KWABASEFILIPI 3:7 - Compare All Versions

KWABASEFILIPI 3:7 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Ndisuké, zona ezo zinto zabe ziyinzuzo kum, zona ezo ndazibalela ekuthini ziyinkxwaleko ngenxa kaKristu.

KWABASEFILIPI 3:7 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Kodwa zonke ezo zinto ndandisithi ziyinzuzo, ngoku ndizithatha njengelahleko ngenxa kaKrestu.

KWABASEFILIPI 3:7 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Ndisuke, zona ezo zinto zabe ziyinzuzo kum, zona ezo ndazibalela ekuthini ziyinkxwaleko ngenxa kaKristu.

KWABASEFILIPI 3:7 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Kuloko ezonto ezibe ziyinzuzo kum, zona ezi ndizibalile ngenxa ka‐Kristu ukuba zisisilahleko.