KWABASEFILIPI 2:9-11
KWABASEFILIPI 2:9-11 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kungoko athe uThixo wamphakamisa kakhulu, wamnika igama elingaphezu kwawo onke amagama; ukuze ngegama likaYesu onke amadolo agobe, awabasemazulwini, nawabasemhlabeni, nawabaphantsi komhlaba; zithi zonke iilwimi zixele ukuba uYesu Kristu uyiNkosi, kuze kuzukiswe uThixo uYise.
KWABASEFILIPI 2:9-11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kungoko athe uThixo wamphakamisa kakhulu, wamnika igama elingaphezu kwawo onke amagama; ukuze ngegama likaYesu onke amadolo agobe, awabasemazulwini, nawabasemhlabeni, nawabaphantsi komhlaba; zithi zonke iilwimi zixele ukuba uYesu Kristu uyiNkosi, kuze kuzukiswe uThixo uYise.
KWABASEFILIPI 2:9-11 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kungoko ke athe uThixo wamphakamisa kakhulu, wamthi jize ngelona gama lingaphezu kwawo onke amanye amagama, ukuze bonke abaphilayo, ezulwini, emhlabeni, naphantsi komhlaba, bagobe amadolo benika imbeko kwigama likaYesu; bathi bebonke bavume bengafihlisi ukuba uYesu Krestu yiNkosi, bebonakalisa ubungangamsha bukaThixo onguBawo.
KWABASEFILIPI 2:9-11 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kungoko athe uThixo wamphakamisa kakhulu, wamnika igama elingaphezu kwawo onke amagama; ukuze ngegama likaYesu onke amadolo agobe, awabasemazulwini, nawabasemhlabeni, nawabaphantsi komhlaba; zithi zonke iilwimi zixele ukuba uYesu Kristu uyiNkosi, kuze kuzukiswe uThixo uYise.
KWABASEFILIPI 2:9-11 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngako oko kanjalo UTIXO wampakamisa kakulu, wampa igama elipezulu kuwo onke amagama; ukuze egameni lika‐Yesu kutobe onke amadolo, awezinto zasezulwini, nawezasemhlabeni, nawezapantsi kwomhlaba; nokuba zonke ilwimi zivume ukuba u‐Yesu Kristu u YINKOSI, kube kukudunyiswa KUKATIXO uyise.