Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KWABASEFILIPI 2:12

KWABASEFILIPI 2:12 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ngoko ke, zintánda zam, njengokuba nahlala ninokuva, lusebenzeni nilufeze olwenu usindiso, ninokuzoyikela nokungcangcazela; ningangi nenjenjalo xa ndikhoyo kodwa, manibe kukhona nenjenjalo xa ndingekhoyo.

Yabelana
Funda KWABASEFILIPI 2

KWABASEFILIPI 2:12 IBHAYIBHILE (XHO96)

Nani ke, zihlobo zam, njengoko nihlala nimthobela uThixo xa ndilapho, nangoku ke kubaluleke ngakumbi ukuba nimthobele nokuba ndikude. Lufezekiseni usindiso enilunikwe nguThixo, ninembeko nentlonipho.

Yabelana
Funda KWABASEFILIPI 2

KWABASEFILIPI 2:12 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ngoko ke, zintanda zam, njengokuba nahlala ninokuva, lusebenzeni nilufeze olwenu usindiso, ninokuzoyikela nokungcangcazela

Yabelana
Funda KWABASEFILIPI 2

KWABASEFILIPI 2:12 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kwa njalo ke, bazalwana bam! njengokuba nibe nilulamile ngamaxesha onke, kungabi njengokuya ndikoyo kodwa, kube kaloku kakulu ngakumbi okuya ndingekoyo, fezani olwenu usindiswa ninokwoyika nokututumela

Yabelana
Funda KWABASEFILIPI 2

KWABASEFILIPI 2:12

KWABASEFILIPI 2:12 XHO75KWABASEFILIPI 2:12 XHO75
Yabelana
Funda isahluko sonke
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo