Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KWABASEFILIPI 1:29

KWABASEFILIPI 1:29 IBHAYIBHILE (XHO96)

Kuba kaloku ilungelo lenu njengabamanywe noKrestu alipheleli ekukholweni kuye kuphela, koko lifikelela nasekubeni nive ubunzima ngenxa yakhe.

Yabelana
Funda KWABASEFILIPI 1

KWABASEFILIPI 1:29 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ngokuba nábabalwa ukuthi, ngenxa kaKristu, ninganeli kukholwa kuye; nábabalwa nokuva ubunzima ngenxa yakhe

Yabelana
Funda KWABASEFILIPI 1

KWABASEFILIPI 1:29 IBHAYIBHILE (XHO96)

Kuba kaloku ilungelo lenu njengabamanywe noKrestu alipheleli ekukholweni kuye kuphela, koko lifikelela nasekubeni nive ubunzima ngenxa yakhe.

Yabelana
Funda KWABASEFILIPI 1

KWABASEFILIPI 1:29 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kaloku naninikwe igunya ngenxa kaKrestu, ukuze ninganeli kukholwa kuye kuphela, koko nive ubunzima ngenxa yakhe

Yabelana
Funda KWABASEFILIPI 1

KWABASEFILIPI 1:29 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

ngokokuba kwapiwa nina ukuti ngenxa ka‐Kristu, kungabi kukuba nikolwe kuye kodwa, kukuba niti kanjako ngenxa yake nive intlungu

Yabelana
Funda KWABASEFILIPI 1
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo