Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KWABASEFILIPI 1:20

KWABASEFILIPI 1:20 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

kuye ngokulangazelela nangokuthemba kwam, ukuba andiyi kudaniswa nganto; úya kusuka ngako konke ukungafihlisi, njengokwamaxesha onke, athi nangoku enziwe mkhulu uKristu emzimbeni wam, nokuba na kungobomi, nokuba kungokufa.

Yabelana
Funda KWABASEFILIPI 1

KWABASEFILIPI 1:20 IBHAYIBHILE (XHO96)

Umnqweno nethemba lam kukuba ndinganikezeli, kodwa ngamaxesha onke, ingakumbi ngoku, ndikhuthale, ukuze ubume bam bonke bunike isidima kuKrestu, ndiphila okanye ndifile.

Yabelana
Funda KWABASEFILIPI 1

KWABASEFILIPI 1:20 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

kuye ngokulangazelela nangokuthemba kwam, ukuba andiyi kudaniswa nganto; uya kusuka ngako konke ukungafihlisi, njengokwamaxesha onke, athi nangoku enziwe mkhulu uKristu emzimbeni wam, nokuba na kungobomi, nokuba kungokufa.

Yabelana
Funda KWABASEFILIPI 1

KWABASEFILIPI 1:20 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

njengokwokulangazelela nokutemba kwam, ukuba andiyi kudaniswa nganto, koko ukuba ngokukalipa konke, njengasemaxesheni onke, kwa njalo nakaloku, u‐Kristu uya kuzukiswa emzimbeni wam, nokuba kungokudliwa kwobomi, nokuba kungokufa.

Yabelana
Funda KWABASEFILIPI 1
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo