Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UOBHADIYA 1:15

UOBHADIYA 1:15 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ngokuba isondele imini kaYehova kuzo zonke iintlanga. Njengoko wenzé ngako, kuya kwenjiwa njalo kuwe; okwenzileyo kuya kubuyela entlokweni yakho.

Yabelana
Funda UOBHADIYA 1

UOBHADIYA 1:15 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ngokuba isondele imini kaYehova kuzo zonke iintlanga. Njengoko wenzé ngako, kuya kwenjiwa njalo kuwe; okwenzileyo kuya kubuyela entlokweni yakho.

Yabelana
Funda UOBHADIYA 1

UOBHADIYA 1:15 IBHAYIBHILE (XHO96)

“Ewe, kuzo zonke izizwe imini *kaNdikhoyo isondele. Loo nto uyenzileyo, wena Edom, iya kubuya yenziwe nakuwe; isikhuni siya kubuya nomkhwezeli.

Yabelana
Funda UOBHADIYA 1

UOBHADIYA 1:15 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ngokuba isondele imini kaYehova kuzo zonke iintlanga; njengoko wenze ngako, kuya kwenjiwa njalo kuwe; umvuzo wakho uya kubuyela entlokweni yakho.

Yabelana
Funda UOBHADIYA 1

UOBHADIYA 1:15 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ngokuba umhla KAYEHOVA ukufupi ngakuzo zonke izizwe; njengoko ukwenzileyo, kuya kwenziwa kuwe; impindezelo yako yobuyela pezu kweyako intloko.

Yabelana
Funda UOBHADIYA 1
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo