Uphawu lwe App yeBhayibhile
Khetha Uphawu

INUMERI 4:19 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

INUMERI 4:19 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Yenzani le nto kubo, ukuba baphile, bangafi ekusondeleni kwabo engcweleni kangcwele: bongena ooAron noonyana bakhe, babamise elowo emsebenzini wakhe nasemthwalweni wakhe

INUMERI 4:18-19 XHO96 (IBHAYIBHILE)

mababalumkele abakwaKohati bangasondeli kwezi zinto zingcwele, hleze bafe. Ukuthintela loo ngozi ke wathi uAron noonyana bakhe mabangene kuqala, babele ulowo nalowo umKohati umsebenzi nento aza kuyiphatha.

INUMERI 4:19 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

koko lento niya kuyenza kubo, ukuba bapile, bangafi nokufa, bakusondela kweyingcwele yezingcwele: u‐Arone nonyana bake baya kungena, babamise abanye ngabanye pezu kwenkonzo yabo nasekutwaleni kwabo.

INUMERI 4:19 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Yenzani wena kubo, ukuze baphile, bangafi ekusondeleni kwabo kwezona zinto zingcwele: uAron noonyana bakhe bangene, balungiselele elowo nomthwalo wakhe.