UMARKO 2:27 - Compare All Versions

UMARKO 2:27 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Wayesithi kubo, Isabatha le yabakho ngenxa yomntu, asingumntu owabakhoyo ngenxa yesabatha.

UMARKO 2:27 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Waza wathi ke kubo: “UMhla woPhumlo lo wabakho ngenxa yomntu, asinguye umntu owabakho ngenxa yawo.

UMARKO 2:27 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Wayesithi kubo, Isabatha le yabakho ngenxa yomntu, asingumntu owabakhoyo ngenxa yesabatha.

UMARKO 2:27 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Wabesiti kubo kanjalo: Isabata yenziwa ngenxa yabantu, akwenziwa abantu ngenxa yesabata.