UMARKO 2:17
UMARKO 2:17 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ekuvile ke oko uYesu, wathi kubo, Akufuneki gqirha kwabaphilileyo lifuneka kwabafayo. Andizé kubiza malungisa, ndizé kubiza aboni, ukuba baguquke.
Yabelana
Funda UMARKO 2UMARKO 2:17 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ekuvile oko uYesu, wathi kubo: “Ugqirha akafuneki nganto kwabaphilileyo, ufuneka kwabagulayo. Andizanga kubiza malungisa, ndizé kubiza aboni.”
Yabelana
Funda UMARKO 2