UMARKO 16:16
UMARKO 16:16 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Lowo ukholiweyo wabhaptizwa, wosindiswa; ke yena ongakholwayo, uya kugwetywa.
Yabelana
Funda UMARKO 16UMARKO 16:16 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Lowo ukholiweyo wabhaptizwa, wosindiswa; ke yena ongakholwanga, wogwetywa.
Yabelana
Funda UMARKO 16UMARKO 16:16 IBHAYIBHILE (XHO96)
Lowo ukholwayo abhaptizwe wosindiswa; ke yena ongakholwayo wogwetywa.
Yabelana
Funda UMARKO 16