UMARKO 14:30
UMARKO 14:30 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Athi uYesu kuye, Inene ndithi kuwe, namhlanje, kwangobu busuku, ingekalili kabini inkuku, uya kundikhanyela kathathu.
Yabelana
Funda UMARKO 14UMARKO 14:30 IBHAYIBHILE (XHO96)
UYesu wathi kuye: “Ndithi kuwe, inene, namhlanje, kwangobu busuku, ingekakhali kabini inkuku, uya kundikhanyela kathathu.”
Yabelana
Funda UMARKO 14