UMARKO 14:22
UMARKO 14:22 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Bakubon' ukuba bayadla, uYesu wathabatha isonka, wasikelela, waqhekeza, wabanika, wathi, Thabathani nidle; ngumzimba wam lo.
Yabelana
Funda UMARKO 14UMARKO 14:22 IBHAYIBHILE (XHO96)
Xa babesitya, uYesu wathatha isonka, wabulela, wasiqhekeza, wabanika, wathi: “Thathani nitye; ngumzimba wam lo.”
Yabelana
Funda UMARKO 14