Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UMARKO 13:7

UMARKO 13:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Xa nithe neva iimfazwe namarhe eemfazwe, musani kuba navuso; kuba ezo zinto zimelwe kukuhla, ukanti kona ukuphela akukabikho

Yabelana
Funda UMARKO 13

UMARKO 13:7 IBHAYIBHILE (XHO96)

Xa nithe neva ngeemfazwe nangamarhe eemfazwe, ze ningoyiki, kuba ezo zinto zimelwe kukubakho, kanti ke akukabi kuko ukuphela oko.

Yabelana
Funda UMARKO 13

UMARKO 13:7 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Xa nithe neva iimfazwe namarhe eemfazwe, musani kuba navuso; kanti kona ukuphela akukabikho.

Yabelana
Funda UMARKO 13

UMARKO 13:7 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kodwa xeshekweni nizivayo imfazwe, namaṙe emfazwe, ningabi navuso; ngokuba ezizinto zifanele ukuhla; kodwa ukupela akukabiko.

Yabelana
Funda UMARKO 13
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo