UMARKO 13:13
UMARKO 13:13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
nithìywe ngabantu bonke, ngenxa yegama lam. Ke onyamezelayo kude kube sekupheleni, lowo wosindiswa.
Yabelana
Funda UMARKO 13UMARKO 13:13 IBHAYIBHILE (XHO96)
Niya kuthiywa ngabantu bonke ngenxa yegama lam. Ke lowo unyamezelayo kude kube sekupheleni wosindiswa.”
Yabelana
Funda UMARKO 13