Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UMARKO 11:24-25

UMARKO 11:24-25 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ngenxa yoko ndithi kuni izinto enisukuba nizicela, nithandaza, kholwani ukuba ninokuzamkela; nòba nazo. Naxa sukuba nimi nithandaza, ukuba ninendawo ngakothile, mxoleleni, ukuze noYihlo osemazulwini anixolele iziphoso zenu.

Yabelana
Funda UMARKO 11

UMARKO 11:24-25 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ngenxa yoko ndithi kuni, zonke izinto enizicela nithandaza, kholwani ukuba senizinikiwe; nozifumana ke. Naxa nithandazayo, ukuba ninendawo ngakubani, mxoleleni, ukuze noYihlo osezulwini anixolele iziphoso zenu. [

Yabelana
Funda UMARKO 11

UMARKO 11:24-25 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ngenxa yoko ndithi kuni izinto enisukuba nizicela, nithandaza, kholwani ukuba ninokuzamkela; noba nazo. Naxa sukuba nimi nithandaza, ukuba ninendawo ngakothile, mxoleleni, ukuze noYihlo osemazulwini anixolele iziphoso zenu.

Yabelana
Funda UMARKO 11

UMARKO 11:24-25 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ngenxa yoku nditi kuni: Zonke izinto enisukuba nizicela nitandaza, kolwani ukuba niyazamkela, naniya kuba nazo. Naxeshekweni nimi nitandaza, xolelani, ukuba ninendawo ngasemntwini; ukuze ati NOYIHLO osezulwini anixolele nina iziposo zenu.

Yabelana
Funda UMARKO 11

UMARKO 11:24-25

UMARKO 11:24-25 XHO75UMARKO 11:24-25 XHO75UMARKO 11:24-25 XHO75
Yabelana
Funda isahluko sonke
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo