UMARKO 11:17 - Compare All Versions
UMARKO 11:17 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wayefundisa, esithi kubo, Akubhaliwe na kwathiwa, Indlu yam iya kubizwa ngokuba yindlu yokuthandaza iintlanga zonke? Ke nina niyenzé umqolomba wezihange.
Yabelana
UMARKO 11 XHO75UMARKO 11:17 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wabafundisa esithi: “Akatsho na uThixo *eziBhalweni ukuthi: ‘Indlu yam iya kubizwa ngokuba yindlu ekuthandazelwa kuyo ziintlanga zonke’ ? Ke nina niyenzé umqolomba wezihange. ”
Yabelana
UMARKO 11 XHO96UMARKO 11:17 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati kanjalo wafundisa, esiti kubo: Akuba̔liwe na ukuti: Indlu yam iya kubizwa ngokuti yindlu yokutandaza kuzo zonke intlanga? kanti nina niyenzile umqolomba wamabada.
Yabelana
UMARKO 11 XHO1902AUMARKO 11:17 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Wayefundisa, esithi kubo, Akubhaliwe na kwathiwa, Indlu yam iya kubizwa ngokuba yindlu yokuthandaza iintlanga zonke? Ke nina niyenze umqolomba wezihange.
Yabelana
UMARKO 11 CXB24