Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UMARKO 1:35

UMARKO 1:35 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Uthe kusasa, kusemnyama kakhulu, wavuka, waphuma waya endaweni eyintlango, wathandaza khona apho.

Yabelana
Funda UMARKO 1

UMARKO 1:35 IBHAYIBHILE (XHO96)

Kwathi kusesekuseni kakhulu, kusemnyama, wavuka uYesu, waya kuthandaza ngasese.

Yabelana
Funda UMARKO 1

UMARKO 1:35 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Uthe ke kusasa, kusemnyama, wavuka, waphuma, wemka waya endaweni eyintlango, wathandaza khona apho.

Yabelana
Funda UMARKO 1

UMARKO 1:35 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Waza wati kwakuza kusa, wavuka kusesebusuku kanye, wapuma, wemka waya endaweni elubala, watandaza kona apo.

Yabelana
Funda UMARKO 1
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo