UMARKO 1:22 - Compare All Versions
UMARKO 1:22 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bakhwankqiswa kukufundisa kwakhe; ngokuba ebebafundisa njengonegunya, engafundisi njengabo ababhali.
Yabelana
UMARKO 1 XHO75UMARKO 1:22 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bamangaliswa abantu kukufundisa kwakhe, kuba wayefundisa ngegunya, engafundisi njengabachazi-mthetho.
Yabelana
UMARKO 1 XHO96UMARKO 1:22 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Bakhwankqiswa kukufundisa kwakhe; ngokuba ebebafundisa njengonegunya, engafundisi njengabo ababhali.
Yabelana
UMARKO 1 CXB24UMARKO 1:22 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baye bemangaliswa ke pezu kwesifundiso sake; ngokuba ebebafundisa njengonegunya, bekungenjengababa̔li.
Yabelana
UMARKO 1 XHO1902A