UMIKA 5:4
UMIKA 5:4 IBHAYIBHILE (XHO96)
Uya kumiselwa ukwalusa umhlambi, enamandla *kaNdikhoyo, enobungangamsha begama likaNdikhoyo uThixo wakhe. Ewe, bona bohlala bekhuselekile kuba kaloku ubungangalala bakhe bofikelela nakwiziphelo zehlabathi.
Yabelana
Funda UMIKA 5UMIKA 5:4 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
úya kuma, aluse enamandla kaYehova, enobungangamsha begama likaYehova uThixo wakhe; bahlale; ngokuba ngoku úya kuba mkhulu, ese eziphelweni zehlabathi.
Yabelana
Funda UMIKA 5UMIKA 5:4 IBHAYIBHILE (XHO96)

Funda UMIKA 5