Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UMIKA 4:1

UMIKA 4:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ke kaloku, ekupheleni kwemihla, intaba yendlu kaYehova iya kuzinza encotsheni yazo iintaba, yona iziphakamele iinduli, zibe ngumsinga izizwe ukuya kuyo.

Yabelana
Funda UMIKA 4

UMIKA 4:1 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ke kaloku ngemihla yokugqibela intaba emi kuyo indlu *kaNdikhoyo iya kuba yeyona ibalaseleyo, izikrobele zonke iinduli; nabantu baya kugxalathelana ukuya kuyo.

Yabelana
Funda UMIKA 4

UMIKA 4:1 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ke kaloku, ekupheleni kwemihla, intaba yendlu kaYehova iya kuma ezintabeni, izivelele iinduli; kwaye abantu baya kuthontelana ukuya kuyo.

Yabelana
Funda UMIKA 4

UMIKA 4:1 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kwakuya kuti emihleni yokupela, intaba yendlu KAYEHOVA yoqiniselwa engcopo yentaba, ipakanyiselwe pezu kwenduli, ziti izizwe zele kuyo.

Yabelana
Funda UMIKA 4
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo