UMATEYU 6:33
UMATEYU 6:33 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Funani ke tanci ubukumkani bukaThixo nobulungisa bakhe, zaye zonke ezo zinto ziya kongezelelwa kuni.
Yabelana
Funda UMATEYU 6UMATEYU 6:33 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke ngoko kuqala zondelelani ukulawulwa nguThixo, nenze ubulungisa obufunwa nguye, waye ke yena eya kunongezelela zonke ezi zinto.
Yabelana
Funda UMATEYU 6UMATEYU 6:33 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Funani ke tanci ubukumkani bukaThixo nobulungisa bakhe, zaye zonke ezo zinto ziya kongezelelwa kuni.
Yabelana
Funda UMATEYU 6