Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UMATEYU 5:13

UMATEYU 5:13 IBHAYIBHILE (XHO96)

“Niyityiwa yehlabathi nina. Ke ukuba ityiwa ithe yaphelelwa sisongo, yothiwani na ukubuyiselwa isongo sayo? Ayisenamsebenzi; kuphela kukuba ilahlwe phandle, inyathelwe ngabantu.

Yabelana
Funda UMATEYU 5

UMATEYU 5:13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Niyityuwa yehlabathi nina; ke ukuba ityuwa ithe ayaba nasongo, yothiwani na ukuvakaliswa? Ayisalungele nto, kukulahlwa phandle kuphela, inyathelwe ngabantu.

Yabelana
Funda UMATEYU 5

UMATEYU 5:13 IBHAYIBHILE (XHO96)

“Niyityiwa yehlabathi nina. Ke ukuba ityiwa ithe yaphelelwa sisongo, yothiwani na ukubuyiselwa isongo sayo? Ayisenamsebenzi; kuphela kukuba ilahlwe phandle, inyathelwe ngabantu.

Yabelana
Funda UMATEYU 5

UMATEYU 5:13 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Niyityuwa yehlabathi nina; ke ukuba ityuwa ithe ayaba nasongo, yothiwani na ukuvakaliswa? ayisalungele nto, kukulahlwa phandle, inyathelwe ngabantu.

Yabelana
Funda UMATEYU 5

UMATEYU 5:13 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Nina niyityuwa yomhlaba: kodwa xeshekweni ityuwa ingabi nasongo, iya kuvakaliswa nganina? ayisafanelekele nto, kupela ukuba ilahlelwe pandle, inyatelwe ngabantu.

Yabelana
Funda UMATEYU 5
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo