UMATEYU 3:7 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UMATEYU 3:7 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, akubona into eninzi yabaFarisi nabaSadusi besiza ekubhaptizeni kwakhe, wathi kubo, Nzalandini yamarhamba, ngubani na onibonisileyo ukuba niyibaleke ingqumbo ezayo?
UMATEYU 3:7 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku, akubona into eninzi *yabaFarasi *nabaSadusi besiza ekubhaptizeni kwakhe, uYohane wathi kubo: “Nzalandini yamarhamba, ngubani na onilumkisileyo ukuba niyibaleke ingqumbo ezayo?
UMATEYU 3:7 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa akubona abaninzi babafarisi nabasadusi bezela ubapitizesho lwake, wati kubo: Sizukulwanandini senyoka! ngubanina onibonisileyo ukuba nibaleke umsindo oza kuza?
UMATEYU 3:7 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Ke kaloku, akubona into eninzi yabaFarisi nabaSadusi besiza ekubhaptizeni kwakhe, wathi kubo, Nzalandini yamarhamba, ngubani na onibonisileyo ukuba niyibaleke ingqumbo ezayo?