Yiya kumxholo

UMATEYU 3:5 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UMATEYU 3:5 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Babephuma oko besiya kuye abaseYerusalem, nabelakwaYuda bonke, nabommandla wonke waseYordan.

UMATEYU 3:5 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Babephuma besiya kuye abantu baseJerusalem, nabakulo lonke elakwaJuda, nabommandla wonke waseJordan.

UMATEYU 3:5 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Yandula yapumela kuye i‐Yerusaleme, nayo yonke i‐Judeya, nalo lonke ilizwe langase‐Yoredane

UMATEYU 3:5 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Babephuma ke besiya kuye abaseYerusalem, nabelakwaYuda bonke, nabommandla wonke waseYordan.