Uphawu lwe App yeBhayibhile
Khetha Uphawu

UMATEYU 3:2 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UMATEYU 3:2 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

esithi, Guqukani, kuba ubukumkani bamazulu busondele.

UMATEYU 3:2 XHO96 (IBHAYIBHILE)

esithi: “Guqukani, kuba ulawulo lukaThixo lusemnyango!”

UMATEYU 3:2 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

esiti nokuti: Guqukani; ngokuba ubukumkani bezulu sebukufupi.

UMATEYU 3:2 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Guqukani, kuba ubukumkani bamazulu busondele.