UMATEYU 3:11 - Compare All Versions
UMATEYU 3:11 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mna okunene ndinibhaptizela enguqukweni ngamanzi; kodwa lowo uzayo emva kwam unamandla kunam, ozimbadada ndingakulingeneyo ukuziphatha; yena ke uya kunibhaptiza ngoMoya oyiNgcwele nangomlilo
UMATEYU 3:11 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mna okunene ndinibhaptiza ngamanzi, ndibonisa ukuguquka kwenu; kodwa lowo uzayo emva kwam unamandla kunam. Andikufanelanga nokukhulula izihlangu ezi zakhe. Yena uya kunibhaptiza ngoMoya oyiNgcwele nangomlilo.
UMATEYU 3:11 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Mna okunene ndinibhaptizela enguqukweni ngamanzi; kodwa lowo uzayo emva kwam unamandla kunam, ozimbadada ndingakulingeneyo ukuziphatha; yena uya kunibhaptiza ngoMoya oyiNgcwele nangomlilo
UMATEYU 3:11 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Mna okunene ndiyanibapitizesha ngamanzi lube luguquko; kodwa lowo uzayo emva kwam unamandla amakulu kwawam, endingafanelekile ukutwala izihlangu zake; yena wonibapitizesha NGOMOYA OYINGCWELE nangomlilo