UMATEYU 28:18
UMATEYU 28:18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Weza uYesu wathetha kubo, esithi, Linikwe mna lonke igunya emazulwini nasehlabathini.
Yabelana
Funda UMATEYU 28UMATEYU 28:18 IBHAYIBHILE (XHO96)
Wasondela uYesu, wathi kubo: “Anikwe mna onke amagunya ezulwini nasemhlabeni.
Yabelana
Funda UMATEYU 28