UMATEYU 27:45
UMATEYU 27:45 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuthe ke, kuthabathele kwilixa lesithandathu, kwada kwesa kwilixa lesithoba, kwehla ubumnyama phezu kwawo wonke umhlaba.
Yabelana
Funda UMATEYU 27UMATEYU 27:45 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kuthe ke, ukususela kwintsimbi yeshumi elinambini emini, kwehla ubumnyama phezu kwawo wonke umhlaba, kwada kwayintsimbi yesithathu emva kwemini.
Yabelana
Funda UMATEYU 27