UMATEYU 26:9 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UMATEYU 26:9 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba la mafutha ngekuthengiswe lukhulu ngawo, kwaza kwaphiwa amahlwempu.
UMATEYU 26:9 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Esi siqholo ngesithengiswe ngemali eninzi, kwaphiwa amahlwempu.”
UMATEYU 26:9 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba kunge kutengiwe into eninzi ngalamafuta mnandi, kwaza kwapiwa amahlwempu.
UMATEYU 26:9 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Kuba la mafutha ngekuthengiswe ngawo ngexabiso elikhulu, kwaphiwa amahlwempu.