UMATEYU 26:65 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UMATEYU 26:65 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waza umbingeleli omkhulu wazikrazula iingubo zakhe, esithi, Únyelisile; sisawafunelani na amangqina? Yabonani, ngoku nikuvile ukunyelisa kwakhe; nithini na nina?
UMATEYU 26:65 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wazikrazula ke izambatho zakhe umbingeleli omkhulu, esithi: “Únyelise uThixo! Sisawafunelani na amangqina? Niyabona, nikuvile ngoku ukunyelisa kwakhe.
UMATEYU 26:65 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula umperisite omkulu waṙazula ingubo zake, esiti: Ugxekile u‐Tixo; sisafunela nina amanqi̔na? bona ke, nikuvile ngoku ukugxeka kwake
UMATEYU 26:65 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Waza umbingeleli omkhulu wazikrazula iingubo zakhe, esithi, Unyelisile; sisawafunelani na amangqina? yabonani, ngoku nikuvile ukunyelisa kwakhe.