Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UMATEYU 26:52

UMATEYU 26:52 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Waza wathi uYesu kuye, Libuyisele endaweni yalo ikrele lakho; kuba bonke abathabatha ikrele baya kutshabalala likrele.

Yabelana
Funda UMATEYU 26

UMATEYU 26:52 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Aze athi uYesu kuye, Libuyisele endaweni yalo ikrele lakho; kuba bonke abathabatha ikrele baya kutshabalala likrele.

Yabelana
Funda UMATEYU 26

UMATEYU 26:52 IBHAYIBHILE (XHO96)

Waza uYesu wathi kuye: “Libuyisele endaweni yalo ikrele lakho. Bonke abasebenzisa ikrele, baya kutshabalala ngekrele.

Yabelana
Funda UMATEYU 26

UMATEYU 26:52 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Waza wathi uYesu kuye, Libuyisele endaweni yalo ikrele lakho; kuba bonke abathabatha ikrele baya kutshabalala likrele.

Yabelana
Funda UMATEYU 26

UMATEYU 26:52 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Wandula wati u‐Yesu kuye: Sibuyisele endaweni yaso isiṙele sako; ngokuba bonke abasitabatayo isiṙele beya kububa ngesiṙele.

Yabelana
Funda UMATEYU 26
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo